You are on page 1of 6

INKQUBO YEFESTIVALI YAMABALI EPUKU 2016: ERHINI: 18 21 FEBRUWARI 2016

NGOLWESINE, 18 FEBRUWARI 2016


INKCAZELO

INDAWO

09:00 -16:00

IXESHA

UMBONISO WEENCWADI

UMSEBENZI

Ngokuncwangciswe ngentsebenziswano nabeNational English Literary Museum (iNELM),


lo mboniso uza kubonisa iincwadi zabantwana zesiXhosa kunye nomxholo ofumaneka
kwi-intanethi, ogxile kwezisingqongileyo. Ababonisi-zincwadi baquka ababhali,
abapapashi, iiNGO kunye namaqumrhu asebenza ngokusingqongileyo.

Fountain Court
Area, Ground nase1st Floor Alcoves

Umntu wonke

09:30 11:30

INKQUBO YABANTWANA

Ukubaliswa kwamabali nemidlalo nguGcina Mhlophe, yiPhaphamani Childrens Literature


Foundation kunye noZanele Ndlovu
Amandla ngawabantwana:
Le yiseshoni yoonopopi, yokubaliswa kwamabali, kunye nokufundelwa kwabantwana
nguGcina Mhlophe, yiCharmza Literacy Club, nguMadoda Ndlakuse kunye noBabalwa
Kona

Fountain Court on
Stage
Rehearsal Room

Amabanga
47
Amabanga
13

09:30 11:30

UKUHLOLWA KWAMEHLO

Amaqela abafundi bsza kutyelela ugqirha wamehlo uJenny Gopal ukuze ahlole amehlo
abo bafunde nangokubaluleka kokukhathalela amehlo

Allan Street

Amabanga
47

09:30 11:30

UTYELELO OLUYA
KWINDAWO
YOKUSHICILELA

Indawo ebonisa ezobugcisa iTHE EASTERN STAR GALLERY yindawo yokushicilela,


ikwalisebe leNational English Literary Museum. Le ndawo yokushicilela iqulathe
ubuxhakaxhaka bokushicilela benkulungwane ye-19 (19th century) kunye nezinye
izixhobo ekuboniswa ngokukhethekileyo kuzo iWharfedale Press ukususela ngowe- c
1850.
Le ndawo yokushicilela ibonisa imbali yokushicilela, ukusukela eGutenberg ukuza kuthi ga
ngoku.

Anglo African
Street

Amabanga
47

10:00 -11:30

IQONGA

Lo mdlalo uhlabekisayo nonamandla, iMother to Mother ubaliswa kwakhona


ngokusekelwe kwinoveli kaSindiwe Magona ekwanesi sihloko. Eli bali lisekelwe
kwisiganeko sokugetyengwa komfundi waseMerika uAmy Biehl owayefumene inkxasomali yokuza kufunda eMzantsi Afrika, nowathi wahlaselwa eGugulethu ngootsotsi
ngomhla wama-25 kuAgasti ka-1993. Eli bali lamhlabekisa uSindiwe Magona kuba
ityendyana lomfana elabulala uAmy Biehl yayingunyana wommelwane wakhe. Oku
kwamchukumisa kakhulu de wagqiba ekubeni abhale ileta engeyonyani evela kumama
wombulali isiya kumama kaAmy Biehl. Le leta yaba luhlobo lwenoveli ethi Mother to
Mother.
Le noveli yajikwa yaba ngumdlalo weqonga ngumdlali onendumasi nophumelele iimbasa
uThembi Mtshali-Jones, nomlawuli wemidlalo yeqonga ohlonitshiweyo uJanice Honeyman
kunye noSindiwe Magona ubuqu. Lo mdlalo uhlabekisayo nonamandla angummangaliso

B2 Arena

Amabanga
10 12

ABAPHULAPHULI

othi Mother to Mother, waveliswa okokuqala ngabeBaxter Theatre ngowe-2009, kwaye


sele udlalwe mbombo zone zomhlaba waze wafumana indumasi. Imidlalo yeqonga
kaMother to Mother kwiFestivali yamaBali ePuku ibaluleke kakhulu kuba kuza kube
ikokokuqala lo mdlalo udlalwa ngesiXhosa phambi kwababukeli baseMpuma Kapa.
Uninzi lwabafundi bezikolo zamabanga aphezulu, olongameleyo kubabukeli luza kuzuza
lukhulu ngokubukela umdlalo osekelwe kwincwadi yabo yesiNgesi kumgangatho
woLwimi lwaseKhaya emiselweyo.
10:30 12:00

UCWEYO:
Ukubhalwa kwezibongo
ngesiXhosa

Imvumi, umdlali weqonga okwayimbongi uHleze Kunju uza kukhokela uhlolo lokubhala
nokwenziwa kwezibongo zesiXhosa ngeendlela ezahlukeneyo zobugcisa ngemizobo,
ngezeqonga, ngomdaniso, umculo (i-opera, irap nomculo wezegospel).

Monument
Restaurant

Amabanga
89

10:00 12:00

Zemkiinkomo
magwalandini: incoko
noSindiwe Magona

Ababhali , oonobalisa, ootitshala, abahlohli baseziyunivesiti, kunye naye wonke uwonkewonke baza kuba nethuba lokugocagoca umxholo wefestivali kwimeko ejonga isimo
sezemfundo, selitheresi kunye noncwadi. UNjingalwazi uMagona uza kuncokola ngamava
awafumeneyo ekubhaleni kunye nokuzibophelela kwakhe ekukhuthazeni ukusetyenziswa
kweelwimi zeenkobe nokugcinwa kwamagugu oncwadi. Le ngxoxo iza kubhexeshwa
nguThando Mgqolozana. TBC

Council Chamber

NGOs
Abapapashi
Librarians
Ootitshala
Ababhali

12:00 13:30

ISESHONI KAWONKEWONKE:
Imibongo, ukubaliswa
kwamabali, nokufundwa
kweencwadi.
UCWEYO:
Ukubhala okunobugcisa
okwenzelwe ootitshala

Iza kube ibanjwe nguNtsiki Mazwai


Zemkiinkomo magwalandini: Imibongo nokubaliswa kwamabali nguSindiwe Magona
nabanye.

Fountain Court on
Stage

Umntu wonke

Luza kuququzelelwa yiGcinamasiko Heritage Trust luze lubhexeshwe ngunobalisa


onendumasi elizweni jikelele uGcina Mhlophe. Ngokuqinisekileyo olu cweyo luza kushiya
abafundisi-ntsapho bezikolo zamabanga aphantsi bekulungele ukwabelana nabanye
ngenkuthazo abayifumeneyo xa befika kumagumbi abo okufundisa.

Monument
Restaurant

Ootitshala
bamabanga 4 7

IQONGA

Mother to Mother
Umdlalo ngesiXhosa
Ingxoxo emva kokubukela umdlalo

B2 Arena

Amabanga
10 12

14:00 17:00

14:00 15:30

NGOLWESIHLANU, 19 FEBRUWARI 2016


IXESHA

UMSEBENZI

INKCAZELO

INDAWO

ABAPHULAPHULI

09:00 -16:00

UMBONISO WEENCWADI

Ngokuncwangciswe ngentsebenziswano nabeNational English Literary Museum (iNELM),


lo mboniso uza kubonisa iincwadi zabantwana zesiXhosa kunye nomxholo ofumaneka
kwi-intanethi, ogxile kwezisingqongileyo. Ababonisi-zincwadi baquka ababhali,
abapapashi, iiNGO kunye namaqumrhu asebenza ngokusingqongileyo.

Fountain Court
Area, Ground and
1st Floor Alcoves

Umntu wonke

09:00 16:00

UCWEYO:
Uncwadi lwabantwana
olumalunga
nezisingqongileyo

Ngenxa yonxibelelwano neendawo ezininzi, iPuku iqaphele ukuba ukunqongophala


kwezixhobo zokufunda ezinemfundiso zinemiphumela emibi kwimfundo emalunga
nokusingqongileyo. Sikholelwa ekubeni ukuchongwa ngononophelo nokusetyenziswa
koncwadi olukumgangatho ofanelekileyo wabantwana nochanekileyo
ngokwezenzululwazi yindlela esebenzayo yokuphuhlisa ingqiqo ngezokusingqongileyo
kubantwana nakootitshala. Ngoko, iPuku igqibe ekubeni iqale iincoko zokuphuhlisa
iindlela zokuvelisa imixholo efunekayo ekufundiseni kwimfundo nakwilitheresi
ngokusingqongileyo.

Council Chamber

NGOs
Abapapashi
Abazobi
Abasebenza
ngokusngqongileyo
Ababhali

09:30 11:30

UHLOLO LWAMEHLO

Amaqela abafundi aza kutyelela ugqirha wamehlo uJenny Gopal ukuze ahlole amehlo abo
bafunde nangokubaluleka kokukhathalela amehlo

Allan Street

Amabanga
47

09:30 11:30

INKQUBO YABANTWANA

Ukubaliswa kwamabali nemidlalo nguNompucuko Zakaza, uZanele Ndlovu kunye


noBongani Godide
Amandla ngawabantwana:
Le yiseshoni yoonopopi, yokubaliswa kwamabali, kunye nokufundelwa kwabantwana
nguNompucuko Zakaza, yiCharmza Litaracy Club, nguMadoda Ndlakuse kunye noBabalwa
Kona

Fountain Court on
Stage
Rehearsal Room

Amabanga
47
Amabanga
1-3

09:30 11:30

UTYELELO OLUYA
KWINDAWO
YOKUSHICILELA

Indawo ebonisa ezobugcisa iTHE EASTERN STAR GALLERY yindawo yokushicilela,


ikwlisebe leNational English Literary Museum. Le ndawo yokushicilela iqulathe
ubuxhakaxhaka bokushicilela benkulungwane ye-19 (19th century) kunye nezinye
izixhobo ekuboniswa kuzo ngokukhethekileyo iWharfedale Press ukususela ngowe- c
1850.
Le ndawo yokushicilela ibonisa imbali yokushicilela, ukusukela eGutenberg ukuza kuthi ga
ngoku.

Anglo African
Street

Amabanga
47

10:00 11:30

IQONGA

Mother to Mother
Umdlalo ngesiXhosa
Ingxoxo emva kokubukela umdlalo

B2 Arena

Amabanga
10 12

10:30 12:00

UCWEYO:
Ukubhalwa kwezibongo
ngesiXhosa

Imvumi, umdlali weqonga okwayimbongi uHleze Kunju uza kukhokela uhlolo lokubhala
nokwenziwa kwezibongo zesiXhosa ngeendlela ezahlukeneyo zobugcisa ngemizobo,
ngezeqonga, ngomdaniso, umculo (i-opera, irap nomculo wezegospel).

Monument
Restaurant

Amabanga
89

12:00 13:30

ISESHONI KAWONKEWONKE:

Iza kube ibanjwe nguNtsiki Mazwai


Imibongo nokubaliswa kwamabali.

Fountain Court on
Stage

Umntu wonke

14:00 15:30

IQONGA

Mother to Mother
Umdlalo ngesiXhosa
Ingxoxo emva kokubukela umdlalo

B2 Arena

Amabanga
10 12

17:00 19:00

USUNGULO WENCWADI

Uza kwenziwa ngentsebenziswano neNELM (National English Literary Museum) kunye


neGrocotts Mail, apho uNjingalwazi uSindiwe Magona aza kusungula incwadi yakhe
entsha ethi, Chasing the Tails of My Fathers Cattle.
Lo msindleko uza kulandelwa yiseshoni yezibongo evuleleke kuwonke-wonke.
Le ncwadi iza kube ithengiswa kwalapha.

Fountain Court
Area

Umntu wonke

NGOMGQIBELO, 20 FEBRUWARI 2016


IXESHA

UMSEBENZI

INKCAZELO

INDAWO

ABAPHULAPHULI

08:30 11:30

UCWEYO:
Iimbong ikwinkulungwanye
yama-21 (21st Century)

Monument
Restaurant

Iimbongi

08:30 11:30

UCWEYO:
Ukubhalela nokwenzela
abantwana abancinci
abaphila kwilizwe
elineelwimi ezininzi
nelisebenzisa iindlela
okanye ubugcisa
obahlukeneyo ukubafundisa

Council
Chamber

Abasebenza
ngentsana

09:00 12:00

UMBONISO WEENCWADI

INKQUBO YABANTWANA

Fountain Court
Area, Ground
and 1st Floor
Alcoves
Fountain Court
on Stage

Umntu wonke

09:00 11:30

10:00 11:30

UMDLALO WEQONGA

B2 Arena

Umntu wonke,
nabangaphandle

12:00 14:00

UKUBHIYOZELA
UMSEBENZI
KANJINGALWAZI USINDIWE
MAGONA

Mandulo, iimbongi yayingoonobalisa nabafundisi ntsapho ekuhlaleni. Ingaba badlala ndima


yini kwinkulungwane yama-21? Ingaba abasahoyekanga njengabantu abanamava
ekufundiseni? Yintoni indima yabo kwimveliso yolwazi nasekuvelisweni kwemixholo
yokufundisa kumagumbi okufundela exesha lempucuko? Iyintoni indima yabo kwilitheresi
yokusingqongileyo? Iimbongi ziza kuxoxa zodwa kwincoko eza kubhexeshwa liSebe leziFundo
ngeeLwimi zaseAfrika (iAfrican Language Studies Department) leSikolo seeLwimi seYunivesiti
yaseRhodes.
UNomvuyo Mzamane, iNcutshe ePhambili kwimfundo esebenzisa ubugcisa obahlukeneyo
bonxibelelwano kunye neNtloko yeMfundo- ezeMpilo- ezoPhando noHlolo eOchre Media
esebenzisana noNjingalwazi uNokuthula Msimang, oyiNtloko yoMxholo waBantwana
kwaSABC banikeza ngamava nolwazi lwabo ngokubhala nokuvelisa izixhobo zokufundisa
ezisebenzisa ubugcisa obahlukeneyo. Olu cweyo luza kugxila ekubhaleleni iinkqubo
zikamabonakude ze kuthathwe le mixholo ukudala amanye amava okufunda kwiimfundo
neenkqubo zabantwana abancinci. Baza kusebenzisa amava abo amaninzi njengamalungu
amaqela ezemveliso kweminye imiboniso ethandekayo nethenjiweyo yeenkqubo
zabantwana eMzantsi Afrika.
Ngokuncwangciswe ngentsebenziswano nabeNational English Literary Museum (iNELM), lo
mboniso uza kubonisa iincwadi zabantwana zesiXhosa kunye nomxholo ofumaneka kwiintanethi, ogxile kwezisingqongileyo. Ababonisi-zincwadi baquka ababhali, abapapashi,
iiNGO kunye namaqumrhu asebenza ngokusingqongileyo.
Iza kube ibanjwe nguMadoda Ndlakuse
Ukubaliswa kwamabali nemidlalo yiPhaphamani Childrens Literacy Foundation, nguCebo
Solombela, kunye noBongani Godide
Iseshoni evuleleke kuwonke-wonke
Kuza kube kukho nekona yokufundela, kupeyintwe nobuso kwenziwe nezinye izinto ezininzi!
Mother to mother
Ingxoxo yasemva komdlalo
Umdlalo ngesiNgesi
AMANGENO: R30/itikiti
Ingxoxo nombhali, uNjingalwazi uSindiwe Magona
Umsindleko wencwadi kaNjingalwazi uSindiwe Magona
Ikhathalogu ebonisa imisebenzi yakhe
Izibongo
Ukunikezwa kweevawutsha zeencwadi kubameli bezikolo zasekuhlaleni
Iintetho ezivela kumanye amaqumrhu asebenza ngezemfundo noncwadi
Intetho ephambili nguNjingalwazi uSindiwe Magona
Ezolonwabo ngabafundi besiKolo samaBanga aPhezulu iNtsika.

Fountain Court
on Stage

Umntu wonke

Umntu wonke,
nabangaphandle

NGECAWE, 21 FEBRUWARI 2016


IXESHA
09:00 12:00

UMSEBENZI
Zemkiinkomo
Magwalandini: UMHLA
WOMBHIYOZO WEZIZWE
NGEZIWE WEELWIMI
ZEENKOBE

INKCAZELO
Icawa yaseSt Philips, ngentsebenziswano neFestivali yamaBali ePuku, iza kubhiyozela uMhla
weeLwimi zeeNkobe wezizwe ngezizwe ngodlwabevu lweNkonzo yombulelo kuNjingalwazi
uSindiwe Magona. Iikopi zebhayografi yakhe esihloko sayo sithi From Bishopscourt to Robben
Island iza kunikelwa ngesisa kule cawe.

INDAWO
Kwicawa iSt
Phillips
eFingo Village

ABAPHULAPHULI
Umntu wonke

You might also like